Matthew 26:49 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waselesiza ku‐Yesu kwa oko, wati: A, Rabi! wamanga ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafika ke kwaoko kuYesu, wathi, Aa, Rabhi! Wamanga nokumanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafika ke kwaoko kuYesu, wathi, Vuya, Rabhi; wamanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJudas ke waya kuYesu kwangoko, wathi: “Aa, Mfundisi!” Wamanga.