Matthew 26:50 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Yesu wati kuye: Sihlobo! ufikele nina? Bandula beza, babeka izandla pezu kwake u‐Yesu, bambamba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke uYesu kuye, Wethu! Ukho ngani na? Bandula ukuza, bamsa izandla uYesu, bambamba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi uYesu kuye, Wethu, yini na ukuba uze? Beza ngoko, bamsa izandla uYesu, bambamba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza uYesu wathi kuye: “Mfondini, uzokwenza ntoni apha?” Basondela ke, bambamba uYesu.