Matthew 26:56 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa oku konke kwenzekile, ukuze zizaliseke iziba̔lo zabaprofite. Bandula bonke abadisipile bamshiya, babaleka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oku ke konke kwenzeke, ukuze zizaliseke izibhalo zabaprofeti. Basuka bonke abafundi bamshiya, babaleka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa konke oku kwenzeke, ukuze zizaliseke izibhalo zabaprofeti. Basuka bonke abafundi bamshiya, babaleka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa kunje ukuze kuzaliseke okwabhalwayo *ngabashumayeli bamandulo.” Emva koko ke babaleka bonke abafundi bakhe, bamshiya.