Matthew 26:70 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko wakanyelayo ebusweni babo bonke, esiti: Andiyazi into oyitetayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wakhanyela ke yena phambi kwabo bonke, esithi, Andiyazi into oyithethayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wakhanyela ke yena phambi kwabo bonke, esithi, Andiyazi into oyithethayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa yena wakhanyela phambi kwabo bonke, esithi: “Andazani konke nale nto uyithethayo.”