Matthew 27:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KEKALOKU kwakuba kusile, bacebisana bonke abaperisite abakulu nabadala babantu ngakuye u‐Yesu, ukuze bamfise.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuthe ke kwakusa, babhunga bonke ababingeleli abakhulu namadoda amakhulu abantu ngaye uYesu, ukuba bambulale.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi kwakusa, babhunga bonke ababingeleli abakhulu namadoda amakhulu abantu ngaye uYesu, ukuba bamsike.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakusa, bonke ababingeleli abaziintloko namadoda amakhulu babhunga ngoYesu ngenjongo yokuba abulawe.