Matthew 27:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako, behlanganisene nje, wati kubo u‐Pilati: Nguwupina enifunayo ukuba ndinikululele yena? ngu‐Baraba na, ngu‐Yesu o‐kutiwa ngu‐Kristu kusinina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bakubon ukuba ngoko bahlanganisene, wathi kubo uPilato, Nithanda ukuba ndinikhululele wuphi na, uBharabhas, uYesu ekuthiwa nguKristu, kusini na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakubon’ ukuba ngoko bahlanganisene, wathi kubo uPilato, Nithanda ukuba ndinikhululele wuphi na? uBharabhas, uYesu ekuthiwa nguKristu, kusini na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sakuba ke isihlwele sihlanganisene, uPilato wathi kuso: “Nifuna ndinikhululele bani na: uBharabha okanye uYesu ekuthiwa nguKrestu?”