Matthew 27:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ebesazi ukuba babemnikele ngomona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ebesazi ukuba bamnikele ngomona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ebesazi ukuba bamnikele ngomona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Watsho kuba esazi ukuba bamnikele ngomona uYesu.