Matthew 27:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wabakululela u‐Baraba; kodwa u‐Yesu, akuba emtyabule, wamnikela ukuba akuruseshwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waza wabakhululela uBharabhas; wathi ke, emtyakatyile uYesu, wamnikela ukuba abethelelwe emnqamlezweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waza wabakhululela uBharabhas; wathi ke, emtyakatyile uYesu, wamnikela ukuba abethelelwe emnqamlezweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabakhululela uBharabha ke, waza yena uYesu wanikelwa ukuba akatswe, abethelelwe emnqamlezweni.