Matthew 27:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
amnika iyasine ipitikeziwe kunye nenyongo ukuba asele; kanti aku yi va, ebengavumi ukusela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
amnika iviniga iphithikezwe nenyongo, ukuba asele; wathi akuyiva, akavuma ukuyisela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amnika iviniga iphithikezwe nenyongo, ukuba ayisele; wathi akuba eyivile, akavuma ukuyisela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
amnika iwayini exutywe nenyongo, ukuba ayisele. Akuyiva akavumanga ukuyisela.