Matthew 27:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aza ati, ehleli pantsi, amgcina apo ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ahlala phantsi, amlinda khona apho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ahlala phantsi, amlinda khona apho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ahlala phantsi ke, amgada apho.