Matthew 27:37 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kubekwa ngapezu kwentloko yake ityala lake liba̔liwe ngokuti: Lo unguyesu ukumkani wamajuda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babeka ngaphezu kwentloko yakhe ityala lakhe libhaliwe, kwathiwa, lo nguYesu uKumkani wamaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babeka ngaphezu kwentloko yakhe ityala lakhe libhaliwe, kwathiwa, lo nguYesu uKumkani wamaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngasentla kwentloko yakhe abeka ityala lakhe, kubhalwe kwathiwa: “Lo nguYesu uKumkani wamaJuda.”