Matthew 27:43 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
utembele kutixo; makamhlangule kaloku nje, ukuba uyamtanda; ngokuba wabesiti: Ndingunyana katixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukholose ngoThixo, makamhlangule kalokunje, ukuba uyamthanda; kuba wathi, NdinguNyana kaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wakholosa ngoThixo; makamhlangule ngoku, ukuba uyamthanda; kuba wathi, NdinguNyana kaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayekholosa ngoThixo, esithi unguNyana wakhe; uThixo makamsindise ke ngoku ukuba uyamthanda.”