Matthew 27:46 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza ngeyesitoba iyure wamemeza u‐Yesu ngelizwi elikulu, esiti: Eli! Eli! lama sabaketani? oko kukuti: Tixo wam! Tixo wam! undishiyile nganina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, malunga nelixa lesithoba, wadanduluka uYesu ngezwi elikhulu, esithi, Eli! Eli! Lama sabhaktani! Oko kukuthi, Thixo wam! Thixo wam! Undishiye ngani na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, malunga nelixa lesithoba, wadanduluka uYesu ngezwi elikhulu, esithi, Eli! Eli! Lama sabhaktani! Oko kukuthi, Thixo wam, Thixo wam, undishiye ngani na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Malunga nentsimbi yesithathu uYesu wakhala ngezwi elikhulu, esithi: “Eli, Eli, lama sabhaktani?” (Oko kukuthi: “Thixo wam, Thixo wam, undishiyeleni na?”)