Matthew 27:48 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waselesuka wagidima omnye wakubo, watabata ikepekepe, walizalisa ngeyasine, walifaka engcongolweni, wamseza ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wesuka wagidima kwaoko omnye kubo, wathabatha imfunxa, wayizalisa ngeviniga, wayifaka engcongolweni, wamseza.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wesuka wagidima kwaoko omnye kubo, wathabatha imfunxa, wayizalisa ngeviniga, wayifaka engcongolweni, wamseza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabaleka kwangoko omnye, wathatha imfunxa, wayithi nkxu kwiwayini emuncu, wayincula ngoluthi, waza wambambela ukuba ayifunxe.