Matthew 27:51 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Laza bona ke, ikuselo lendawo eyingcwele laṙazulwa kubini kwa pezulu kwada kwasezantsi; wati umhlaba wangcangcazela, namawa acandeka;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lasuka ikhuselo lengcwele lakrazuka kubini, lithabathele phezulu lada lesa phantsi; umhlaba wanyikima, namawa acandeka,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lasuka ikhuselo lengcwele lakrazuka kubini, lithabathela phezulu lada lesa phantsi; Wanyikima umhlaba, namawa acandeka;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lasuka ke lakrazuka kubini ikhuselo legumbi elingcwele *endlwini kaThixo ukususela phezulu kuye ezantsi; umhlaba wanyikima, namawa acandeka,