Matthew 27:53 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
yapuma emancw̔abeni, emveni kwokuvuka kwake, yangena esixekweni esingcwele, yabonakala kwabaninzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
baphuma emangcwabeni emveni kokuvuka kwakhe, bangena kuwo umzi ongcwele, babonakala kuninzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
baphuma emangcwabeni emveni kokuvuka kwakhe, bangena kuwo umzi ongcwele, babonakala kuninzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
baza baphuma emangcwabeni emva kokuvuka kukaYesu ekufeni, bangena kuso isiXeko esiNgcwele, babonakala kubantu abaninzi.