Matthew 27:56 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
owayeko pakati kwabo u‐Mariya wase‐Magadala, kwa no‐Mariya unina bo‐Yakobi no‐Jose, nonina bonyana baka‐Zebedi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ekwakukho phakathi kwabo uMariya waseMagadala, noMariya unina wooYakobi noYose, kwanonina woonyana bakaZebhedi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ekwakukho phakathi kwabo uMariya waseMagadala, noMariya unina wooYakobi noYose, kwanonina woonyana bakaZebhedi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kubo kwakukho uMariya waseMagadala, noMariya unina kaYakobi noYose, ekho kwanonina woonyana bakaZebhedi.