Matthew 27:58 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
weza lowo ku‐Pilati, wacela umzimba ka‐Yesu. Wandula u‐Pilati waxela ukuba kunikelwe umzimba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yena lowo waya kuPilato, wacela umzimba kaYesu. Waza uPilato wathi makawunikelwe umzimba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yena lowo waya kuPilato, wawucela umzimba kaYesu. Waza uPilato wathi makawunikwe umzimba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena waya kuPilato, wawucela umzimba kaYesu; waza uPilato wayalela ngokuthi makawunikwe.