Matthew 27:60 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wawubeka kwelake incw̔aba elitsha, abelimbile eweni apo; waza waliqengqa ilitye elikulu ngasemnyango wencw̔aba, wemka ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawubeka kwelakhe ingcwaba elitsha, abelixhole eweni;waqengqela ilitye elikhulu emnyango wengcwaba elo, wemka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawubeka kwelakhe ingcwaba elitsha, abelixhole eweni; waqengqela ilitye elikhulu emnyango wengcwaba elo, wemka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wawubeka kwelakhe ingcwaba awayesand' ukulixhola eliweni; waza waqengqa ilitye elikhulu, walivala ngalo ingcwaba, wemka.