Matthew 27:63 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
besiti: Nkosi! sikumbule ukuba lowamkohlisi watsho nxa asahleli ukuti: Emveni kwentsuku ntatu ndobuya ndivuke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
besithi, Nkosi, sikhumbule ukuba umlahlekisi lowa wathi esahleli, Emveni kweentsuku ezintathu, ndiya kuvuka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
besithi, Nkosi, sikhumbule ukuba umlahlekisi lowa wathi esahleli, Emveni kweentsuku ezintathu, ndiya kuvuka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
bathi: “Nkosi, sikhumbule okokuba esahleli umlahlekisi lowa wathi: ‘Emva kweentsuku ezintathu ndiya kuvuka ekufeni.’