Matthew 28:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWATI ke emveni kwesabata, kwakuza kusa ngolwokuqala usuku lweveki, kweza u‐Mariya wase‐Magadala, nomnye u‐Mariya, ukuza kukangela incw̔aba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, ekupheleni kwesabatha, ekuseni ngolokuqala usuku lweveki, kweza uMariya waseMagadala nomnye uMariya, beza kulikhangela ingcwaba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, ekupheleni kwesabatha, ekuseni ngolokuqala usuku lweveki, kweza uMariya waseMagadala nomnye uMariya, beza kulikhangela ingcwaba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wakuba udlule *uMhla woPhumlo, ekuseni ngeCawe, kwafika uMariya waseMagadala nomnye uMariya, beze kukhangela ingcwaba.