Matthew 28:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati kubo u‐Yesu: Musani kwoyika; hambani, nishumayele kubazalwana bam ukuba bemkele e‐Galili; kona apo ke baya kundibona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Aze athi uYesu kubo, Musani ukoyika; yiyani kubatyela abazalwana bam ukuba baye eGalili; bondibona khona apho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi ngoko uYesu kubo, Musani ukoyika; yiyani kubatyela abazalwana bam ukuba baye eGalili; bondibona khona apho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza wathi kubo uYesu: “Sanukoyika. Yiyani kuxelela amawethu ukuba makaye eGalili, apho aya kundibona khona.”