Matthew 28:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bahlanganisana nabadala, bati bakuba becebisene, bawapa imali eninzi amasodati lawo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathe bona, bakuhlanganisana namadoda amakhulu, bakubhunga, bawanika imali eninzi amasoldati lawo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakubon’ ukuba ke ngoko, bakubon’ ukuba bahlanganisene ndawonye namadoda amakhulu, babhunga, bawanika imali eninzi amasoldati lawo,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ababingeleli abaziintloko bacebisana namadoda amakhulu, baza bathatha imali eninzi, bayinika amajoni lawo,