Matthew 28:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nibafundisa ukugcina zonke izinto endiniyalele ngazo: kanjalo bona ke, ndiko mna kunye nani yonke imihla kude kube kukugqityelwa kwelizwe elikoyo. Amene.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nibafundisa ukuba bazigcine zonke izinto endiniwisele umthetho ngazo. Niyabona, mna ndinani yonke imihla, kude kube sekuphelisweni kwephakade eli. Amen.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nibafundisa ukuba bazigcine zonke izinto endiniwisele umthetho ngazo. Niyabona, mna ndinani yonke imihla, kude kube sekuphelisweni kwephakade eli. Amen.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
nibafundisa ukuba bazenze zonke izinto endiniyalele ngazo. Niyabona, mna ndinani yonke imihla, kude kube sekuphelisweni kwephakade eli.”