Matthew 28:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza yapendula ingelosi yati kubafazi abo: Musani kwoyika nina; ngokuba ndisazi ukuba niyamfuna u‐Yesu obekuruseshiwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Saphendula ke isithunywa sathi kubafazi abo, Musani ukoyika nina; kuba ndiyazi ukuba nifuna uYesu, lowo ubebethelelwe emnqamlezweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Saphendula ke isithunywa, sathi kubafazi abo, Musani ukoyika nina; kuba ndiyazi ukuba nifuna uYesu, lowo ubebethelelwe emnqamlezweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Isithunywa sathi kubafazi abo: “Sanukoyika nina. Ndiyazi ukuba nifuna uYesu obebethelelwe emnqamlezweni.