Matthew 28:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akako apa; ngokuba evukile, njengokuba wabetshilo. Yizani, nibone indawo apo inkosi yabilele kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akakho apha; kuba uvukile, njengoko watshoyo; yizani niyibone indawo apho ibilele khona iNkosi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akakho apha; kuba uvukile, njengoko watshoyo; yizani niyibone indawo apho ibilele khona iNkosi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akakho apha. Uvukile, njengoko watshoyo. Yizani apha, niyibone indawo awayekuyo.