Matthew 28:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bapuma ngokukauleza encw̔abeni, benesoyiko novuyo olukulu, bagidima ukuya kushumayela kubadisipile bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bephume kamsinya engcwabeni, benokoyika nokuvuya okukhulu, bagidima baya kubabikela abafundi bakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bephume kamsinya engcwabeni, benoloyiko novuyo olukhulu; wagidima waya kubabikela abafundi bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bemka ke engcwabeni ngokukhawuleza, babaleka bephethwe luloyiko naluvuyo olukhulu, besiya kuxelela abafundi bakhe.