Matthew 3:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KULEYO imihla kwavela u‐Johane umbapitizeshi, eshumayela entlango yase‐Judeya,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, kuthi ngaloo mihla kufike uYohane umbhaptizi, ememeza entlango yelakwaYuda, esithi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaloo mihla kweza uYohane umbhaptizi, eshumayela entlango yelakwaYuda, esithi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku ngaloo mihla kwafika uYohane umbhaptizi eshumayela entlango yelakwaJuda,