Matthew 3:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nize ningabi niti ngokwenu: Sinaye U‐Abrahame engubawo; ngokuba ndisiti kuni: Utixo angavusela u‐Abrahame usapo kulamatye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Thina sinobawo uAbraham; kuba ndithi kuni, Unako uThixo kuwo la matye ukumvelisela abantwana uAbraham.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musani ukucinga ukuthi ngaphakathi kwenu, Thina sinobawo uAbraham; kuba ndithi kuni, Unako uThixo kuwo la matye ukumvelisela abantwana uAbraham.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ze ningafane nithi: ‘Siyinzala ka-Abraham.’ Ndiyanixelela mna, uThixo unako kuwo la matye ukumvelisela abantwana uAbraham.