Matthew 5:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nina niyityuwa yomhlaba: kodwa xeshekweni ityuwa ingabi nasongo, iya kuvakaliswa nganina? ayisafanelekele nto, kupela ukuba ilahlelwe pandle, inyatelwe ngabantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Niyityuwa yehlabathi nina; ke ukuba ityuwa ithe ayaba nasongo, yothiwani na ukuvakaliswa? Ayisalungele nto, kukulahlwa phandle kuphela, inyathelwe ngabantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Niyityuwa yehlabathi nina; ke ukuba ityuwa ithe ayaba nasongo, yothiwani na ukuvakaliswa? ayisalungele nto, kukulahlwa phandle, inyathelwe ngabantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Niyityiwa yehlabathi nina. Ke ukuba ityiwa ithe yaphelelwa sisongo, yothiwani na ukubuyiselwa isongo sayo? Ayisenamsebenzi; kuphela kukuba ilahlwe phandle, inyathelwe ngabantu.