Matthew 5:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako abantu abasibaneki isibane, basibeke pantsi kwento yokulinganisa, koko basibeka pezu kwekandelare, size sikanyele bonke abasendlwini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kananjalo abasibaneki isibane basibeke phantsi kwesitya;basibeka esiphathweni saso, sikhanyisele bonke abasendlwini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kananjalo abantu abasibaneki isibane basibeke phantsi kwesitya; kwaye ibakhanyisela bonke abasendlwini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kananjalo isibane asilunyekwa siqutyudelwe ngethunga; koko sixhonywa endaweni yaso, sikhanyisele bonke abasendlwini.