Matthew 5:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndisiti kuni: Xeshekweni ubulungisa benu bungagqitisanga kw o?-? bababa̔li nabafarisi, anisayi kuza ningene ebukumkanini bezulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndithi kuni, Ukuba ubulungisa benu abuthanga bugqithe kakhulu kobababhali nabaFarisi, anisayi kuza ningene ebukumkanini bamazulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndithi kuni, Ukuba ubulungisa benu abuthanga bugqithe kakhulu kobababhali nabaFarisi, anisayi kukha ningene ebukumkanini bamazulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inene, ukuba anithanga naba ngamalungisa kunabachazi-mthetho *nabaFarasi, soze nibe ngabalawulwa nguThixo.”