Matthew 5:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako xeshekweni uwuzisa umnikelo wako esibingelweni, uti ulapo ukumbule ukuba umzalwana wako unendawo ngakuwe;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko xa sukuba uwusondeza umnikelo wakho esibingelelweni, wathi ulapho wakhumbula ukuba umzalwana wakho unendawo ngakuwe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa sukuba uwusondeza umnikelo wakho esibingelelweni, wathi ulapho wakhumbula ukuba umzalwana wakho unendawo ngakuwe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoko, ukuba usondeza esibingelelweni into oyinikela kuThixo, wathi ulapho wakhumbula ukuba uwenu unendawo ngakuwe,