Matthew 5:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwatwa ke: Osukuba elahla umfazi wake, makamnike isiba̔lo sokwahlukanisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathiwa ke, Othe wamala umfazi wakhe, makamnike incwadi yokwahlukana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathiwa ke, Othe wamala umfazi wakhe, makamnike incwadi yokwahlukana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kwathiwa: ‘Othe wamala umfazi wakhe, makamnike incwadi yoqhawulo-mtshato.’