Matthew 5:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako nivile ukuba kwatiwa kubo abakudala: Akuyi kwapula ukufunga kwako; uya kufezela uyehova izifungo zako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kanjalo nivile ukuba kwathiwa kumanyange, Uze ungafungi buxoki; wakuthi uzifeze eNkosini izifungo zakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kananjalo nivile ukuba kwathiwa kumanyange, Uze ungafungi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kananjalo nivile ukuba kwâthiwa kubantu bakudala: ‘Uze ungafungi buxoki. Xa uthe wasenza isifungo, uze ukwenze oko uthembise ngako phambi kweNkosi.’