Matthew 5:37 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Maliti kodwa ilizwi lenu libe lelokuti, ewe, ewe; hai, hai; ngokuba oko kugqitileyo koku kuvela kokukohlakeleyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ilizwi lenu ke malibe nguewe, ewe; nguhayi, hayi. Okugqithe koko ke kuvela kokungendawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ilizwi lenu ke malibe nguewe, ewe; Hayi, hayi; kuba okungaphezulu koko kuvela kongendawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uewe wenu makabe nguewe, nohayi abe nguhayi. Okugqithe koko kuvela kongendawo.”