Matthew 5:46 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba, xeshekweni nitanda abo banitandayo nina, niba nomvuzo omnina? abenzi into ekwa yiyo na nababuti beminikelo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba xa nithe nathanda abo banithandayo, ninamvuzo mni na?Abenzi kwaloo nto yini na nababuthi berhafu?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba nithanda abo banithandayo, ninamvuzo mni na? Abenzi kwaloo nto na nababuthi berhafu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa nithe nathanda abo banithandayo nina, ninamvuzo mni ke? Kakade àbenzi kwaloo nto, yini na, nabaqokeleli-rhafu?