Matthew 5:47 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naxeshekweni nibulisa abazalwana benu bodwa, niyenza nto nina egqitiseleyo? abenje njalo na nababuti beminikelo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Naxa nithe nabulisa abazalwana benu bodwa, yintoni na egqithiseleyo eniyenzayo? Abenjenjalo yini na nababuthi berhafu?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Naxa nithe nabulisa abazalwana benu bodwa, yintoni na egqithiseleyo eniyenzayo? Abenzi benjenjalo na nababuthi berhafu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Naxa nithi nibulise amawenu odwa, ningcono ngantoni na kunabanye abantu? Abenzi kwaloo nto, yini na, nabantu abangakholwayo?