Matthew 5:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Banetamsanqa abanokulambela nokunxanelwa ubulungisa; ngokuba bona beya kuhlutiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Banoyolo abalambela banxanelwe ubulungisa; ngokuba baya kuhluthiswa bona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Banoyolo abalambela banxanelwe ubulungisa; ngokuba baya kuhluthiswa bona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Banoyolo abo balambela banxanelwe ubulungisa, kuba baya kwaneliswa nguThixo bona!