Matthew 5:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Banetamsanqa abacocekileyo ngentliziyo; ngokuba bona beya kubona utixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Banoyolo abahlambulukileyo intliziyo; ngokuba baya kumbona uThixo bona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Banoyolo abahlambulukileyo intliziyo; ngokuba baya kumbona uThixo bona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Banoyolo abo bantliziyo ihlambulukileyo, kuba baya kumbona uThixo bona!