Matthew 5:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Banetamsanqa abangabaxolelanisi; ngokuba bona beya kubizwa ngokuba lusapo lukatixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Banoyolo abaxolisi; ngokuba baya kubizwa ngokuthi bangoonyana bakaThixo bona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Banoyolo abaxolisi; ngokuba baya kubizwa ngokuthi bangoonyana bakaThixo bona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Banoyolo abo bangabaxolisi, kuba uThixo uya kuthi bangabantwana bakhe!