Matthew 6:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba xeshekweni nibaxolela abantu iziposo zabo, uyihlo wasezulwini wonixolela nani:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba xa nithi nibaxolele abantu iziphoso zabo, uYihlo osemazulwini wonixolela nani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba xa nithi nibaxolele abantu izigqitho zabo, uYihlo osemazulwini wonixolela nani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kaloku xa nibaxolela abantu izigqitho zabo, uYihlo osezulwini wonixolela nani.