Matthew 6:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa xeshekweni ningabaxoleli abantu iziposo zabo, kanjalo uyihlo akayi ku ni xolela iziposo zenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa nithi ningabaxoleli abantu iziphoso zabo, noYihlo ke akayi kunixolela iziphoso zenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba anibaxoleli abantu izigqitho zabo, noYihlo ke akayi kunixolela iziphoso zenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa ningabaxoleli abantu izigqitho zabo, noYihlo akayi kunixolela iziphoso zenu.”