Matthew 6:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba apo ikona indyebo yenu, yoba kwa kona nentliziyo yenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba apho bukhona ubutyebi benu, yoba lapho nentliziyo yenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba apho bukhona ubutyebi benu, yoba lapho nentliziyo yenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku apho bukhoyo ubutyebi benu, yoba lapho nentliziyo yenu.”