Matthew 6:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Isibane somzimba sililiso: ngako xeshekweni iliso lako lingenanto, wonke umzimba wako woba nokukanya:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Isibane somzimba liliso; xa sukuba iliso lakho ngoko lingenakumbi, umzimba wakho uphela wokhanyiseleka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Isibane somzimba liliso; xa sukuba iliso lakho ngoko lingenakumbi, umzimba wakho uphela wokhanyiseleka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Isibane somzimba liliso. Xa iliso lakho lilungile, umzimba wakho uphela uya kukhanyiseleka.