Matthew 6:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa wena wakuwenza amalizo, masingazi isandla sako sokohlo into eyenziwayo sesokunene sako:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke wena, xa uliza abantu, masingazi isandla sakho sokhohlo into eyenziwa sisandla sakho sokunene,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke wena, xa uthe wasisa, masingakwazi isandla sakho sokhohlo into esiyenzayo esokunene;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke wena, xa sukuba usipha ihlwempu, masingakwazi isandla sakho sasekhohlo okwenziwa sisandla sakho sasekunene,