Matthew 6:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako ningabi nakutukutezela, nisiti: Sotya nto nina? umhlaumbi: Sosela nto nina? umhlaumbi: Sovata nto nina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musani ukuxhala ngoko, nisithi, Sodla ntoni na, sosela ntoni na, siya kwambatha ntoni na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musani ukuxhala ngoko, nisithi, Sodla ntoni na? sosela ntoni na? okanye, Siya kwambatha ntoni na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Musani ke ukuxhala, nisithi: ‘Sodla ntoni na; sosela ntoni na; sonxiba ntoni na?’