Matthew 6:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
(ngokuba zonke ezizinto abaheyideni bezifuna:) ngokuba esazi uyihlo wasezulwini ukuba niziswele ezizinto zonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba zonke ezo zinto zingxanyelwe ziintlanga; kuba uYihlo wasemazulwini uyazi ukuba ezo zinto zonke ziyafuneka kuni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba zonke ezo zinto zingxanyelwe ziintlanga; kuba uYihlo osemazulwini uyazi ukuba ezo zinto zonke ziyafuneka kuni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zezi zinto kanye abahlala besukelana nazo abangakholwayo beentlanga. Ke yena uYihlo osezulwini uyazi ukuba ezo zinto zonke ziyimfuneko kuni.