Matthew 6:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako ningatukutezeleli imini yangomso; ngokuba imini yangomso iya kutukutezelela okwayo. Kwanele imini yanamhla eyayo inkatazo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko musani ukuxhalela ingomso; kuba ingomso liya kuxhalela okwalo. Buyanele imini leyo obayo ububi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko musani ukuxhalela ingomso; kuba ingomso liya kuxhalela okwalo. Buyanele imini leyo ububi bayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenxa yoko musani ukulixhalela ingomso. Ingomso liya kuxhalela okwalo. Ziyanele imini nganye iingxaki zayo.”