Matthew 6:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ize ningafani nabo ke; ngokuba uyihlo ezazi into enizisweleyo, ningekaceli kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko maningafani nabo; kuba ekwazi uYihlo enikusweleyo, ningekamceli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko maningafani nabo; kuba ekwazi uYihlo enikusweleyo, ningekamceli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ze ningafani nabo, kuba uYihlo uyakwazi enikusweleyo ningekaceli.